My colleague and her sisters are missing their mom

Hi,
My name is Lulama I’m from Cape Town and I’m trying to assist my colleague to locate her mom.

Umama nguXoliswa Leleki Nowinase Ngwenze, bamgqibela ngo2001 eCofimvaba eQamata wemka wayosebenza eGauteng Emndeni North Kwaxuma Esoweto.
ufunwa ngabantwana bakhe uBulelwa my colleague, Nosicelo, no Grace bayamdinga kahulu bacela uncedo kumbuhlungu ukuhlala ungamazi umzali wakho noba usaphila or uhleli njani., nabo ngoku banababo abantwana abamazi umakhulu wabo.

Ozithobileyo
Lulama

Leave a Reply