looking for my father

hi andile
ndicela nindincede ukundifunisa utata wam endingamazi igama lakhe ngu richard phiwamandla dladla odabuka e nkandla umama wam ngu sindiswa beauty tshibo wase eastern cape ngokuhlala ndihlala ejoburg ino 0732745357 /0116898108 ndingathanda ukumazi ndincede khumbulekhaya kokwesibini ndibhala ndabhala ngo 2015/09/25

Leave a Reply