Looking for dad

Mholweni khumbulikaya ndicela nindikhangelise utata. (lo, usithombeni) igama lakhe ngu Mziwonke (Simhakamha) noni. Wasemarhubeni. Emphangana. Elibode. Washiya ngasemva umfazi wakhe nomntwana oyintombazana ongama linguntombenkosi kunye nomfana ngeloxesha wayesekhulelwe ogama lingu Ayanda. Bese Arlbaton. Egoli ngo1985.ingathi uyabonwa erustanburg ezimayini. Buya sukude abantwana bakho bayakudinga abakwazi

Leave a Reply