I ‘m looking for mother who left when i was 2 months older

MY Name is Azisa Dyalvane I’m looking for my mother her name is NOMHLE MPHONDO OWANDISHIYA NGO 1982 NDINENYANGA EZIMBINI NDAZALWA SASIHLALA EMDANTSANE NGOKO.KODWA NGOKU NDISE KAPA EKHAYELITSHA, NUMBER YAM YENDLU NGU 8253
SITE B NGETHU STREET UKUVA KWAM KWATHIWA USE GAUTENG WATSHATELE KUNYE UTATA U SHERPHERD DYALVANE.PLEASE HELP TO LOOK FOR HER PLEASE I NEED HER LOVE NO MATTER WHAT..

One response to “I ‘m looking for mother who left when i was 2 months older

Leave a Reply