COULD YOU PLEASE HELP ME FIND MY MOTHERS FAMILY..

MOLO Sis Andile My name is Busisiwe Mkhuthungu I am looking for my mothers family, they say the name of her mother is Nomangcule, her clan name is Madlomo wayegqiytelwe ehlala emonti ubuya ku Centane, u Mhakhulu wayendele ema Cirheni apho ku Centane, umntwana wayemshiye esemncinci esengumhlali e Monti kwakukudala kakhulu ngoko, sicela usincede sifumane oku kwe family yakhe ku Centani lowo asinalwazi ngefani yakhe u Nomangcule owayengu Madlomo obuya ku CENTANI sincede noba ngubani osaphilayo kwi family yakhe siyafuna ukubazi, kwaye no Mama akwazi kokwabo.. Enkosi. if you get any information contact write on my email ts 3500988@myuwc.ac.za THANKS..

One response to “COULD YOU PLEASE HELP ME FIND MY MOTHERS FAMILY..

Leave a Reply