Uhotswana Fudukile From Sigiti

Igama lamindingu Noludwe beauty Sigidi.Ndibhala le ncwadi ndifunisa ngo bhuti wam , owahamba ngo 1976 esiya erhawuthini eyo funa umsebenziazange asabuya.Seva abantu besithi bambona Epitoli, Sazama ukuyalapho siyo funa apho waye sebenza khona.kwa kungo nyaka ka 1988or 1989.Sa fika bathe aka sekho lapho. Seva bem khomba e Lesotho.Ndiya cela omaziyo Uhotswana fudukile from Sigidi, Sicela ase thinte kule number 078-769-9267 or ku khumbulekhaya .Thanks Khumbulekhaya

Leave a Reply