Ntombekhaya Gloria Feni

uNtombekhaya Gloria Feni waseKapa owayemfunda eTutura eBuru kuCentane . Wahamba neBoy friend yakhe eyayisebenza ezi bhasini zakwa BlueLine. Sagqibela ukubonana nge 80s. Umkhondo wakhe uvakala ngathi useGcuwa.
Ukuba usaphila siyacela ubuye mntaka mama.

Ufunwa kakhulu ngu Nontsha Calana udade wenu. Nali ifoto lakhe : i numbers zakhe nazi 0727846474

Leave a Reply