Bhusmane Dyaboyi

Dear Andile

Igama lam ndingu Nowest Ratshana, elasekhaya igama ngu Nombuyiselo Dyabhoyi, ohlala eNo 36 Manyano Street, Kayamandi, Stelellebosch eKapa. Ndiyacela ndifunisa ngomnakwethu owandishiya eNgcobo kwilali yase Qhumanco kwa Dlomo igama lakhe elingu Bhusmane Dyabhoyi okungenzeka ukuba usebenzisa ifani yakwaMaseko, owandishiya ndineminyaka emithandathu kuphela ngonyaka ka 1954.

Andikhathali nokuba akasaphili sendifuna oko kwamathambo akhe, wemka nomama wam ifani yakulo mama kukwa Maseko e Free State.

Leave a Reply