NDIFUNISA NGE FAMILY KA TATA WAM

Igama Lam ngu Zukiswa Patricia Magaga ndazalwa ngonyaka ka 1982, ndifunisa nge Family ka Tata wam u Sebenzise Welcome Mqikela owazalelwa kumhlaba wase Ngqamakhwe eTranskei, Onolwazi makanxulumane nam kwezi nombolo: 078 699 8549/zukiswamagaga9@gmail.com.Enkosi

Leave a Reply