Thandiwe Emily Jack (Msebi)

Dear Khumbulekhaya,

Ndicela nindifunise usisi wam owagqibela ukubonwa eKrugersdorp. Amagama akhe nguThandiwe Emily Jack okanye Msebi, wahamba ekhaya ngo1994 esiyakufuna umsebenzi. Wahamba nomntwana wakhe oyintombazana, yena nguNosiphiwo.

Sisi wam sModify
Mantombi Patricia Msebi

Leave a Reply